Feedback
  • Back to main site (current)

Ifomu yokonyula ilungu lokhuseleko lasekuhlaleni kumawonga ka-2025

Sebenzisa le fomu xa usonyula umntu olilungu loKhusekeleko laseKuhlaleni (Neighbourhood Watch okanye iNW) kuphela. Ukuba unqwenela ukonyula ilungu elinye kwakhona phantsi koluhlu olwahlukileyo, kwakufuneka uphinde ugcwalise le fomu mntu ngamnye.

Usuku lokugqibela lokugcwalisa le fomu ngomhla wama-31 kweyeDwarha (Okthobha) ngentsimbi ye-23:59.

The form has expired.

© Copyright 2026. City of Cape Town. All rights reserved.