Feedback
  • Back to main site (current)

Ifomu yokonyula umbutho wokhuseleko lwasekuhlaleni kumawonga ka-2025

Sebenzisa le fomu xa usonyula umbutho woKhusekeleko lwaseKuhlaleni (Neighbourhood Watch okanye iNW) iqela kuphela. Ukuba unqwenela ukonyula eli qela linye kwakhona phantsi koluhlu olwahlukileyo, kwakufuneka uphinde ugcwalise le fomu qela ngalinye. Usuku lokugqibela lokugcwalisa le fomu ngomhla wama-31 kweyeDwarha (Okthobha) ngentsimbi ye-23:59.

Nceda uimeyilele uNikezel’obhaso olungoLona Hlobo luNgcono lokuSetyenziswa kweTeknoloji , kwa nw.awards@capetown.gov.za.

The form has expired.

© Copyright 2026. City of Cape Town. All rights reserved.